Anenjongo
071 061 1228
Whatsapp: 063 810 1936

Sinawe Maxa Onke

Qhakamishelana nathi ngo Whatsapp (063 810 1936)

Singobani?

Singumbutho wabangcwabi obalaseleyo ngomsebenzi omhle, ocacileyo nongenaziphene.

"Sinawe Maxa Onke"

Ukuba lilungu

Yi R85 qha efunekayo ukuze ubelilungu, ulinda inyanga ezintandathu kuphela. Nyanga nanyanga ubhatala i R220 kuphela

Our Service

R1000 Cash Back

Flatlid Coffin

Umkhenkce

Imoto ye Coffin

Umatshini wokwehlisa

x50 Programs

Aamamzi

Audio Obituary

Intente ysemadlakeni

Izitulo zasemadlakeni

Casket

Sikusebenzela ngebhokisi yodidi nenexabiso eliphezulu xa inguwe ophezulu (Main Member)

Imali ye DRINKS

Sikubuyekeza ngemali engange R1000 ukuncedisana nawe ukuze uqhube unsebenzi.

Okunye

Sikhupha iNtente yasemadlakeni, Izitulo, iObituary emanyelwayo (Audio), Amanzi, Umkenkce kunye nemoto ye Bhokisi

Ibhokisi Ephumayo

Imali ye DRINKS

Okunye

Click the arrow for more Service list
Submit
Whatsapp: 063 810 1936
info@anenjongo.co.za
7403 Polar Park
Dimbaza
5671